UNjabulo Mbokane owayethengisa intlanzi evuthiweyo neetships zetapile ngoku ngumfama ophume izandla.
UZinomthetho Juwele ngumfama osemncinane waseMthatha, eMpuma Koloni, owuthandayo umsebenzi wezolimo.
UMongameli uCyril Ramaphosa uza kutyelela eMpuma Koloni apho aza kuthethathethana nekomiti yesigqeba sephondo aze afumane nengcaciso ngezibuko laseNgqura.
Inimba yinkqubo entsha kamabonakude eza kudlala kuMzansi Magic.
Amafama akhasayo aseJozini afumene inkxaso kwiphulo leSebe lezoLimo likazwelonke kunye neUnilever.
Lo mboniso utsala amafama aphuma kwihlabathi, abezoshishino kwakunye nezifundiswa zezolimo minyaka le
Indibanisela yeMK kwakunye nombutho weATM ibonisa ukuba zizakujika izinto kweli leMpuma Koloni kulonyulo oluzayo
Ukusukela ngoLwesine umhla weshumi kwinyanga kaTshazimpunzi, iChina imisele ukuba linyuke liye kumashumi asibhozo anesine eepesenti ekhulwini ixabiso lerhafu ezakuhlawulwa ...
Ukulumla linqanaba elibaluleke kakhulu kwinkqubo yokukhulisa imveliso yasefama
UNonceba Kontsiwe kwindlu yowiso mithetho eBhisho
UTlotlisang Mhlambiso sele ebhale iincwadi ezine
ILimousin yafika kweli loMzantsi Afrika ngonyaka ka-1964, emva kokuba iqela lamafama eenkomo kweli athi abonisa umdla kolu hlobo lwenkomo
Mongameli welizwe laseNamibia uthi ilizwe lakhe lithatha isigqibo sokuba abantu baseMelika baphathwe ngendlela efanayo naleyo baphathwa ngayo abantu abasuka kumazwe ...
Iziganeko zoqhankqalazo oluchasene nolawulo lukaDonald Trump ziyakhula eMelika, kwaye oku kuyothusa kuba liselincinane ixesha alichithe ofisini
Igalelo leTru Cape alithandabuzeki kwisixa-mali esigalelwa zezolimo kwingxowa mali kazwelonke kweli
UMzantsi Afrika lelinye lamazwe achatshazelwe kakhulu yirhafu ephezulu ephunyezwe nguDonald Trump ekufuneka bayihlawule xa iimveliso zabo zingena eMelika.
UMongameli waseFrance uEmmanuel Macron umemelela ukuba naluphi na utyalo mali oluya eMelika lunqunyanyiswe.
Lo Masipala wenze inkqubo yokuxhobisa amafama ngolwazi nezixhobo ebambisene neQombe Maize and Projects kwaWadi 8.
Inkampani iCase IH ivelise itrektara entsha eza kuba sisisombululo kwiingxaki ezininzi ezijongene namafama eMzantsi Afrika.
Umkhuhlane weentaka ubhaqwe kwigusha eNgilane.
Umbutho iDemocratic Alliance ngomnye wemibutho yezopolitiko echasa ukupasiswa kohlahlo lwabiwo mali.
Amaxabiso amafutha ehlile.
IYunivesithi yaseFort Hare iza kuwonga uMda Mda ngesidanga sobuGqirha.
UHakan Samuelsson uqeshwe kwakhona njengomphathi wenkampani evelisa iimoto iVolvo.
Yimali engaphaya kwebhiliyoni yeerandi ebekelwe bucala ukunceda oomasipala kumaphondo amahlanu athe achatshazelwa ziintlekele.